رَبِّي لَهُ الْأَسْمَاءُ الْحُسْنَى
INkosi yam inamagama amahle kakhulu.
Xh
رَبِّي لَهُ الْأَسْمَاءُ الْحُسْنَى
تُسَبِّحْ لَهُ الْأكْوَانْ
NKosi yam, zezakhe amagama amahle kakhulu
Indalo yonke iyamdumisa
إِلَيْهِ يَرْجِعُ كُلُّ أَمْرٍ
كُلُّ زَمَانٍ وَكُلَّ مَكَانْ
Zonke izinto zibuyela Kuye
Ngawo onke amaxesha nakuzo zonke iindawo
إِذَا دَعَوْتْ فَادْعُ الْإِلَهْ
وَإِنِ اسْتَجَرْتَ فَلُذْ بِاللَّهْ
Xa ubiza, biza uThixo oye Yedwa
Ukuba ufuna ikhusi, zilahlele kuAllah
مَا لَنَا مَوْلًى سِوَاهْ
عَفُوٌّ كَرِيمٌ وَرَحْمَانْ
Asinamkhuseli ngaphandle Kwakhe
UXoleli, Onesisa, uNoinceba
رَبِّي لَهُ الْأَسْمَاءُ الْحُسْنَى
تُسَبِّحْ لَهُ الْأكْوَانْ
NKosi yam, zezakhe amagama amahle kakhulu
Indalo yonke iyamdumisa
إِلَيْهِ يَرْجِعُ كُلُّ أَمْرٍ
كُلُّ زَمَانٍ وَكُلَّ مَكَانْ
Zonke izinto zibuyela Kuye
Ngawo onke amaxesha nakuzo zonke iindawo
اتَّقِ اللَّهْ وَلَهُ اِصْبِرْ
فَالْصَّبْرُ فِي الْعُقْبَى حَمِيدْ
Moyike uAllah, kwaye ube nomonde ngenxa Yakhe
Kuba umonde unomphumo odumisekayo
وَتَزَوَّدْ عِلْمًا وَبَيَانًا
مِنَ الْسُّنَّةِ وَالْقُرْآنْ
Zixhobise ngolwazi nangengcaciso
Oluvela kwiSunnah nakwiQuran